IsiXhosa
Ulwimi oluthethwa ngamaXhosa.
| |||
</img> | |||
Ilizwe | Umzantsi Afrika, isiSotho | ||
Isithili | IsiXhosa, isiKipi saseNtshona | ||
Izithethi | 7,900,000 | ||
Usapho lolwimi | iCongo yaseNiger |
IsiXhosa lulwimi lwamaXhosa. Lulwimi lwesiNguni. Sithethwa eMzantsi Afrika ngabantu abayi 8 000 000. Sithethwa eMpuma-Koloni naseNtshona-Koloni. Sibufana nesiZulu - ngoko ke mhlawumbi siyaqondwa lula ngamaZulu. Bakumashumi amabini eepesenti abantu baseKapa bathetha isiXhosa.